S
T
A
R
U

  • post profile
  • Posted by

  • Zen

  • 11 Oct,2024

  • Ngokusebenzisa Iilensi Zakhe

  • Ngokusebenzisa Iilensi Zakhe

    Ibhalwe nguSabrina Zerf  (Iguqulelwe nguZenande Kota)

    “Okwangoku, ndicinga ukuba ilensi egqibeleleyo endinokuyisebenzisa kukusebenzisa yona!”

    Umzobo 1: Lomfanekiso ubonisa uValentia Khumalo. Engqengqile ebhedini yakhe nekhamera yakhe kunye noncumo olukhanyayo, egxininisa uthando lwakhe lokuthuthuzeleka.

    Ifoto ithathwe nguAuthur.

    UValentia Khumalo uveza umbono wakhe wobugcisa ngekhamera yakhe, esebenzisa ilizwi elinomdla nelinentembelo. Ungumfundi owenza unyaka wesithathu kwi-Art History kunye ne-English Literature. UKhumalo uvelisa imbono ekhethekileyo ngobugcisa ngokusebenza ngeengcamango ezingaqondakaliyo. Uyathandeka kwaye unxulumana nabantu ix

  • @Blogs

  • Following

    Followers