S
T
A
R
U

  • post profile
  • Posted by

  • SiyamthandaMnyiwana

  • 09 Oct,2024

  • Izidanga Ekuphileni Noxinzelelo!

  • Izidanga Ekuphileni Noxinzelelo!

    Siyamthanda Mnyiwana

    Inani 1: Rhodes University. Photo from Online Source. 04 March 2019

    Idyunivethi yaseRhodes izaliswa yimincili, uloyiko, nokuzimisela nanjengoko ixesha lweemviwo zekota yesi-4 lisondele. Nangona iimviwo zinako ukoyikisa, abafundi banganako ukuwela kwelixesha ukuba bayazilungiselela kwaye bazimisele ngokuthi babenesimo sengqondo esifanelekileyo. Siye sabuza iqela labafundi abenza unyaka wesibini malunga neendlela abafunda ngazo kunye nendlela abahlisa ngayo uxinzelelo ngexesha lweemviwo. Nanjengoko abafundi bezilungiselela ukutyhala okokugqibela phambi kokuba iphela lekota, babelana ngeengcebiso kunye namacebo ukuze babenethuba lweemviwo olu

  • @Blogs

  • Following

    Followers